IZenzo 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+ IZenzo 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 yaye weza kuthi waza wathabatha umbhinqo kaPawulos, wabopha iinyawo nezandla zakhe, wathi: “Ngaloo ndlela umoya oyingcwele uthi, ‘Indoda ongowayo lo mbhinqo amaYuda aya kuyibopha+ ngolu hlobo eYerusalem aze ayinikele+ ezandleni zabantu beentlanga.’” 2 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+ Kolose 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+ 2 Timoti 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kungenxa yoko kanye le nto ndibandezeleka+ nje, kodwa andinazintloni.+ Kaloku ndiyakholwa, kwaye ndinentembelo yokuba uya kukulondoloza+ oko andibekele kona de kube yiloo mini.+
23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+
11 yaye weza kuthi waza wathabatha umbhinqo kaPawulos, wabopha iinyawo nezandla zakhe, wathi: “Ngaloo ndlela umoya oyingcwele uthi, ‘Indoda ongowayo lo mbhinqo amaYuda aya kuyibopha+ ngolu hlobo eYerusalem aze ayinikele+ ezandleni zabantu beentlanga.’”
23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+
24 Ngoku ndinemihlali ngokubandezeleka kwam ngenxa yenu,+ kuba ngale ndlela, ndizalisa oko kusileleyo kwiimbandezelo+ zikaKRISTU enyameni yam ngenxa yomzimba wakhe, olibandla.+
12 Kungenxa yoko kanye le nto ndibandezeleka+ nje, kodwa andinazintloni.+ Kaloku ndiyakholwa, kwaye ndinentembelo yokuba uya kukulondoloza+ oko andibekele kona de kube yiloo mini.+