IMizekeliso 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UYehova ukude nabangendawo,+ kodwa umthandazo wamalungisa uyawuva.+ Daniyeli 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yahlabela mgama yathi kum: “Musa ukoyika,+ Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni+ nasekuzithobeni kwakho phambi koThixo+ wakho amazwi akho avakele, ngoko ke ndize ngenxa yamazwi akho.+ Yohane 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Siyazi ukuba uThixo akabaphulaphuli aboni,+ kodwa ukuba nabani na woyika uThixo aze enze ukuthanda kwakhe, uyamphulaphula.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
12 Yahlabela mgama yathi kum: “Musa ukoyika,+ Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni+ nasekuzithobeni kwakho phambi koThixo+ wakho amazwi akho avakele, ngoko ke ndize ngenxa yamazwi akho.+
31 Siyazi ukuba uThixo akabaphulaphuli aboni,+ kodwa ukuba nabani na woyika uThixo aze enze ukuthanda kwakhe, uyamphulaphula.+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+