Yohane 5:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYise akagwebi namnye, kodwa unikele konke ukugweba kuNyana,+ IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.” Roma 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+ 2 Korinte 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+ 2 Timoti 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu, omiselwe ukugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ ukuba ngenxa yokulindela ukubonakaliswa+ kwakhe nobukumkani bakhe,+ 1 Petros 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa aba bantu baya kuphendula kulowo+ ulungele ukugweba abo baphilayo nabo bafileyo.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
9 Kuba ngenxa yoku uKristu wafa waza wabuyela ebomini kwakhona,+ ukuze abe yiNkosi yabafileyo+ nabaphilayo.+
10 Kuba sonke simele sibonakaliswe phambi kwesihlalo sokugweba sikaKRISTU,+ ukuze ngamnye afumane oko kumfaneleyo ngezinto ezenziwe ngomzimba, ngokwezinto aziqheliseleyo, enoba zezilungileyo okanye ezimbi.+
4 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu, omiselwe ukugweba+ abaphilayo nabafileyo,+ ukuba ngenxa yokulindela ukubonakaliswa+ kwakhe nobukumkani bakhe,+