Mateyu 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+ Marko 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna ndanibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele.”+ Luka 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 uYohane waphendula, esithi kubo bonke: “Mna ndinibhaptiza ngamanzi; kodwa uyeza lowo womelele ngakumbi kunam, omtya weembadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuwukhulula.+ Uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele nomlilo.+ IZenzo 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uYohane, eneneni, wabhaptiza ngamanzi, kodwa nina niya kubhaptizelwa kumoya oyingcwele+ kungekabi ziintsuku ezininzi emva koku.”
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+
16 uYohane waphendula, esithi kubo bonke: “Mna ndinibhaptiza ngamanzi; kodwa uyeza lowo womelele ngakumbi kunam, omtya weembadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuwukhulula.+ Uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele nomlilo.+
5 ngenxa yokuba uYohane, eneneni, wabhaptiza ngamanzi, kodwa nina niya kubhaptizelwa kumoya oyingcwele+ kungekabi ziintsuku ezininzi emva koku.”