IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 25:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza waphelelwa yimali ekunye nawe,+ umele umxhase.+ Makahlale nawe njengomphambukeli nomfiki,+ ukuze aphile.

  • IMizekeliso 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Musa ukwala nokulungileyo kwabo kuselungelweni labo ukukufumana,+ xa kusemandleni esandla sakho ukukwenza.+

  • IZenzo 24:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+

  • Roma 15:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya+ baye bakholiswa kukwaba izinto zabo njengomnikelo+ kwabo bangcwele bangamahlwempu eYerusalem.

  • 1 Korinte 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku ngokuphathelele ukuqokelelela+ abo bangcwele,+ kanye njengoko ndawayalelayo amabandla aseGalati,+ yenzani ngaloo ndlela nani.

  • Galati 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuphela nje sifanele sikhumbule amahlwempu.+ Yiloo nto kanye nam ebendizabalazela ukuyenza ngenyameko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share