IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Korinte 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nani ninokunceda ngokusenzela isikhungo,+ ukuze babe baninzi abasibulelelayo+ kuba siye senzelwa ububele ngenxa yemithandazo yabaninzi.+

  • Efese 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ngoxa ngazo zonke izihlandlo niqhubeka nithandaza+ ngako konke ukuthandaza nokukhunga nikuwo umoya.+ Yaye ngenxa yoko hlalani niphaphile rhoqo kwaye nikhunga ngenxa yabo bonke abo bangcwele,

  • 1 Tesalonika 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Thandazani ngokungapheziyo.+

  • Yakobi 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share