IZenzo 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wawangawangisa+ ngesandla sakhe ukuba bathi cwaka waza wabaxelela ngokweenkcukacha indlela uYehova amkhuphe ngayo entolongweni, yaye wathi: “Zixeleni ezi zinto kuYakobi+ nakubazalwana.” Ngako oko waphuma waza wahambela kwenye indawo. IZenzo 21:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva kokuba emnike imvume, uPawulos, emi kwizinyuko, wawangawangisa+ ngesandla sakhe kubo abantu. Kwakuthi cwaka kakhulu, wathetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ esithi: IZenzo 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 UAgripa+ wathi kuPawulos: “Uvunyelwe ukuba uzithethelele.” Wandula ke uPawulos wolula isandla sakhe+ waza wazithethelela esithi:+
17 Kodwa wawangawangisa+ ngesandla sakhe ukuba bathi cwaka waza wabaxelela ngokweenkcukacha indlela uYehova amkhuphe ngayo entolongweni, yaye wathi: “Zixeleni ezi zinto kuYakobi+ nakubazalwana.” Ngako oko waphuma waza wahambela kwenye indawo.
40 Emva kokuba emnike imvume, uPawulos, emi kwizinyuko, wawangawangisa+ ngesandla sakhe kubo abantu. Kwakuthi cwaka kakhulu, wathetha nabo ngolwimi lwesiHebhere,+ esithi:
26 UAgripa+ wathi kuPawulos: “Uvunyelwe ukuba uzithethelele.” Wandula ke uPawulos wolula isandla sakhe+ waza wazithethelela esithi:+