INdumiso 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+ INdumiso 41:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwanendoda eseluxolweni nam, ebendikholose ngayo,+Ebisidla isonka sam,+ indiphakamisele isithende.+ Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+ Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+
9 Kwanendoda eseluxolweni nam, ebendikholose ngayo,+Ebisidla isonka sam,+ indiphakamisele isithende.+
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+