IZenzo 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+ IZenzo 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ke ngoko, uThixo ubanike bona isipho sesisa esifanayo njengoko wayenjenjalo nangathi bakholiweyo kwiNkosi uYesu Kristu,+ bendingubani na mna ukuba ndikwazi ukuthintela uThixo?”+
34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+
17 Ukuba, ke ngoko, uThixo ubanike bona isipho sesisa esifanayo njengoko wayenjenjalo nangathi bakholiweyo kwiNkosi uYesu Kristu,+ bendingubani na mna ukuba ndikwazi ukuthintela uThixo?”+