Yohane 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+ IZenzo 5:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye singamangqina ale mibandela,+ kunjalo nangomoya oyingcwele,+ lowo uThixo awunike abo bamthobelayo njengomlawuli.”
13 Noko ke, xa efika yena, umoya wenyaniso,+ uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso, kuba akayi kuthetha ngokwentshukumisa yakhe, kodwa uya kuthetha izinto azivileyo, yaye uya kuvakalisa kuni izinto ezizayo.+
32 Yaye singamangqina ale mibandela,+ kunjalo nangomoya oyingcwele,+ lowo uThixo awunike abo bamthobelayo njengomlawuli.”