IZenzo 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wabathabatha ngelo lixa lobusuku waza wayihlamba imivilambo yabo; yaye, bonke, yena nendlu yakhe babhaptizwa+ ngaphandle kokulibazisa. IZenzo 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uKrispo+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu waba likholwa eNkosini, ngokunjalo nabo bonke abendlu yakhe. Kwaye abaninzi eKorinte abevayo bakholwa baza babhaptizwa.
33 Wabathabatha ngelo lixa lobusuku waza wayihlamba imivilambo yabo; yaye, bonke, yena nendlu yakhe babhaptizwa+ ngaphandle kokulibazisa.
8 Kodwa uKrispo+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu waba likholwa eNkosini, ngokunjalo nabo bonke abendlu yakhe. Kwaye abaninzi eKorinte abevayo bakholwa baza babhaptizwa.