IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kodwa xa bamkholelwayo uFilipu, owayevakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo+ nezegama likaYesu Kristu, babhaptizwa, amadoda nabafazi.+

  • IZenzo 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku xa yena nendlu yakhe babhaptizwayo,+ wathi ngelibongozayo: “Ukuba nindigwebe ndingothembekileyo kuYehova, ngenani endlwini yam nize nihlale.”+ Yaye wasicenga ukuba siye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share