Mateyu 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Nakusiphi isixeko okanye idolophana eningena kuyo, funisisani ukuba ngubani na ofanelekayo kuyo, nize nihlale apho de nimke.+ Roma 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yabelanani nabo bangcwele ngokweemfuno zabo.+ Landelani ikhondo lokubuk’ iindwendwe.+ Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo. Hebhere 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Musani ukulibala ukubuk’ iindwendwe,+ kuba ngako bambi, bengazi bona, baye bamkela iingelosi.+
11 “Nakusiphi isixeko okanye idolophana eningena kuyo, funisisani ukuba ngubani na ofanelekayo kuyo, nize nihlale apho de nimke.+
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.