IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 19:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula ke wathi: “Khanincede, kaloku, zinkosi zam, ncedani niphambukele endlwini yomkhonzi wenu nilalise khona size sinihlambe neenyawo.+ Nandule ke nivuke ekuseni nihambe.”+ Zathi ke zona: “Hayi, solalisa kwindawo yembutho.”+

  • ABagwebi 19:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, indoda endala yathi: “Kwanga unganoxolo!+ Nakuphi na ukuswela kwakho makube phezu kwam.+ Kuphela nje ungalalisi kwindawo yembutho yesixeko.”

  • Luka 24:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kodwa bamcenga, besithi: “Hlala nathi, ngenxa yokuba kuyahlwa nemini sele ithambekile.” Ngako oko wangena wahlala nabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share