18 Umoya+ wamgubungela uAmasayi, intloko yabo bangamashumi amathathu, wathi:
“Singabakho, Davide, singakuwe,+ nyana kaYese.
Uxolo, uxolo malube nawe, kunye nalowo ukuncedayo,
Kuba uThixo wakho ukuncedile.”+
Ngoko wabamkela uDavide waza wababeka phakathi kweentloko zabaphumi-mkhosi.+