IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Abo bandibonayo, bayandigculela;+

      Baqhubeka beyivula ibe banzi imilomo yabo, baqhubeka behlunguzela intloko yabo besithi:+

  • INdumiso 22:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba ndingqongwe zizinja;+

      Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+

      Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+

  • INdumiso 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Uyawalinda onke amathambo alowo;

      Akukho nalinye kuwo elaphulwayo.+

  • INdumiso 69:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kodwa bandityise isityalo esinetyhefu,+

      Ukuze ndithobe unxano bazame ukundinika iviniga.+

  • INdumiso 118:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ilitye abaligatyayo abakhi+

      Liye laba yintloko yembombo.+

  • Isaya 50:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+

  • Isaya 53:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wayedeliwe yaye ephetshwa ngabantu,+ umntu weentlungu noqheleneyo nesifo.+ Kwaye kwakungathi ngulowo kusitheliswa ubuso bakhe kuthi.+ Wayedeliwe, yaye thina samphatha njengongabalulekanga.+

  • Isaya 53:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share