IZenzo 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba ngokucokiseke kakhulu wawangqina esidlangalaleni amaYuda ukuba aphosisile, ngoxa wayebonakalisa ngeZibhalo+ ukuba uYesu unguKRISTU.+ Galati 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu maGalati angenangqiqo, ngubani na onifake impembelelo embi,+ nina enanikwa inkcazelo ecacileyo ngokubethelelwa+ kukaYesu Kristu?
28 kuba ngokucokiseke kakhulu wawangqina esidlangalaleni amaYuda ukuba aphosisile, ngoxa wayebonakalisa ngeZibhalo+ ukuba uYesu unguKRISTU.+
3 Owu maGalati angenangqiqo, ngubani na onifake impembelelo embi,+ nina enanikwa inkcazelo ecacileyo ngokubethelelwa+ kukaYesu Kristu?