Luka 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye eqalela kuMoses+ nakubaProfeti+ bonke wabatolikela izinto eziphathelele yena kuzo zonke iZibhalo. 1 Korinte 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndanikezela kuni, phakathi kwezinto zokuqala, oko nam ndakwamkelayo,+ okokuba uKristu wafela izono zethu, ngokutsho kweZibhalo;+ 2 Timoti 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,
27 Yaye eqalela kuMoses+ nakubaProfeti+ bonke wabatolikela izinto eziphathelele yena kuzo zonke iZibhalo.
3 Kuba ndanikezela kuni, phakathi kwezinto zokuqala, oko nam ndakwamkelayo,+ okokuba uKristu wafela izono zethu, ngokutsho kweZibhalo;+
16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,