IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 146:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UMenzi wezulu nomhlaba,+

      Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+

      Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+

  • Isaya 42:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi:

  • IZenzo 4:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Bakukuva oku baphakamisa amazwi abo kuThixo+ ngamxhelo mnye, bathi:

      “Nkosi enguMongami,+ unguLowo walenzayo izulu nomhlaba nolwandle nazo zonke izinto ezikuzo,+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share