INdumiso 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba akuyi kuwushiya eShiyol umphefumlo wam.+Akuyi kumvumela onyanisekileyo wakho abone umhadi.+ IZenzo 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+ IZenzo 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+
15 ke yena uMmeli Oyintloko wobomi nambulala.+ Kodwa uThixo wamvusa kwabafileyo, sibakala eso thina esingamangqina aso.+
33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+