IZenzo 13:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+ Galati 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+
39 nokuba kuzo zonke izinto enaningenakuvakaliswa ningenatyala kuzo ngomthetho kaMoses,+ wonk’ ubani okholwayo uvakaliswa engenatyala ngaye Lowo.+
11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba akukho bani uvakaliswa elilungisa+ kuThixo ngawo umthetho, kuba “lowo ulilungisa uya kuphila ngenxa yokholo.”+