Mateyu 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+ 2 Korinte 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+
20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+
5 Asikuko ukuba thina ngokwethu sikufanelekele ngokwaneleyo ukucinga ukuba nantoni na iphuma kuthi,+ kodwa ukufaneleka ngokwaneleyo kwethu kuphuma kuThixo,+