Isaya 52:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngokunjalo naye uya kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baya kuyivala imilomo yabo kuye,+ ngenxa yokuba okunene baya kubona oko babengakubaliselwanga, noko bangazange bakuve bamele baphethulele ingqalelo yabo kuko.+
15 ngokunjalo naye uya kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baya kuyivala imilomo yabo kuye,+ ngenxa yokuba okunene baya kubona oko babengakubaliselwanga, noko bangazange bakuve bamele baphethulele ingqalelo yabo kuko.+