Marko 5:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wathi yena kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo,+ uze uphile kwisifo sakho esibuhlungu.”+ Luka 1:79 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.” 1 Korinte 14:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kuba uThixo unguThixo, kungekhona owesidubedube,+ kodwa owoxolo.+ Njengakuwo onke amabandla abo bangcwele, Filipi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ziqheliseleni+ izinto enazifundayo naza nazamkela, naziva, nazibona kum; yaye uTHIXO woxolo+ uya kuba nani. 1 Tesalonika 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+ Hebhere 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku ngamana uThixo woxolo,+ owamnyusayo kwabafileyo+ umalusi omkhulu+ wezimvu+ ngegazi lomnqophiso ongunaphakade,+ iNkosi yethu uYesu,
34 Wathi yena kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo,+ uze uphile kwisifo sakho esibuhlungu.”+
79 ukuba kunikele ukukhanya kwabo bahleli ebumnyameni nasethunzini lokufa,+ ukwalathisa ngokuphumelelayo iinyawo zethu kwindlela yoxolo.”
33 Kuba uThixo unguThixo, kungekhona owesidubedube,+ kodwa owoxolo.+ Njengakuwo onke amabandla abo bangcwele,
9 Ziqheliseleni+ izinto enazifundayo naza nazamkela, naziva, nazibona kum; yaye uTHIXO woxolo+ uya kuba nani.
23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+
20 Ke kaloku ngamana uThixo woxolo,+ owamnyusayo kwabafileyo+ umalusi omkhulu+ wezimvu+ ngegazi lomnqophiso ongunaphakade,+ iNkosi yethu uYesu,