2 Korinte 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaba kwakhona siqala ukuzincomela ngokwethu?+ Okanye ngaba, mhlawumbi, njengabantu abathile, sifuna iincwadi+ zoncomelo eziya kuni okanye ezivela kuni? 2 Korinte 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba asinabuganga bakuzihlela phakathi kwabathile okanye sizithelekise nabathile abazincomela ngokwabo.+ Ngokuqinisekileyo bona ngokuzilinganisa kwabo nokuzithelekisa kwabo abaqondi.+
3 Ngaba kwakhona siqala ukuzincomela ngokwethu?+ Okanye ngaba, mhlawumbi, njengabantu abathile, sifuna iincwadi+ zoncomelo eziya kuni okanye ezivela kuni?
12 Kuba asinabuganga bakuzihlela phakathi kwabathile okanye sizithelekise nabathile abazincomela ngokwabo.+ Ngokuqinisekileyo bona ngokuzilinganisa kwabo nokuzithelekisa kwabo abaqondi.+