2 Korinte 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaba kwakhona siqala ukuzincomela ngokwethu?+ Okanye ngaba, mhlawumbi, njengabantu abathile, sifuna iincwadi+ zoncomelo eziya kuni okanye ezivela kuni? 2 Korinte 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Asizincomeli+ kwakhona kuni, kodwa sininika ithuba lokuqhayisa ngathi,+ ukuze nibe nempendulo kwabo baqhayisa ngembonakalo yangaphandle+ kungekhona ngentliziyo.+
3 Ngaba kwakhona siqala ukuzincomela ngokwethu?+ Okanye ngaba, mhlawumbi, njengabantu abathile, sifuna iincwadi+ zoncomelo eziya kuni okanye ezivela kuni?
12 Asizincomeli+ kwakhona kuni, kodwa sininika ithuba lokuqhayisa ngathi,+ ukuze nibe nempendulo kwabo baqhayisa ngembonakalo yangaphandle+ kungekhona ngentliziyo.+