Mateyu 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+ 2 Korinte 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke singoonozakuzaku+ abasendaweni kaKristu,+ ngokungathi uThixo ebesenza isibongozo ngathi.+ Njengabasendaweni kaKristu siyabongoza sisithi:+ “Yibani ngabaxolelanisiweyo noThixo.”
20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+
20 Ngoko ke singoonozakuzaku+ abasendaweni kaKristu,+ ngokungathi uThixo ebesenza isibongozo ngathi.+ Njengabasendaweni kaKristu siyabongoza sisithi:+ “Yibani ngabaxolelanisiweyo noThixo.”