Roma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe, Tito 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UPawulos, ikhoboka+ likaThixo nompostile+ kaYesu Kristu ngokokholo lwabanyulwa bakaThixo+ nolwazi oluchanileyo+ lwenyaniso+ yozinikelo lobuthixo+
5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe,
1 UPawulos, ikhoboka+ likaThixo nompostile+ kaYesu Kristu ngokokholo lwabanyulwa bakaThixo+ nolwazi oluchanileyo+ lwenyaniso+ yozinikelo lobuthixo+