IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 21:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 bathi kumadoda amakhulu esixeko sakowabo, ‘Lo nyana wethu uneenkani yaye unemvukelo; akaliphulaphuli ilizwi lethu,+ ulidla-kudla+ nenxila.’+

  • Isaya 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yeha ke abo bavuka ekuseni ukuze bafune nje isiselo esinxilisayo,+ abazilazila kude kuhlwe ekutshoneni kwelanga ukuze batshiswe yiwayini!+

  • 1 Petros 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share