IZenzo 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye kwehla abantu abathile bevela kwelakwaYuda+ baza bafundisa abazalwana besithi: “Ngaphandle kokuba naluke+ ngokwesiko likaMoses,+ aninakusindiswa.” IZenzo 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla. Roma 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndinikela ubungqina bokuba banenzondelelo+ kuThixo; kodwa kungekhona ngokolwazi oluchanileyo;+ Galati 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 yaye ndandisenza inkqubela enkulu kubuYuda kunabaninzi ababeziintanga zam kwisizwe sakowethu,+ njengoko ndandizizondelela+ kakhulu izithethe+ zoobawo.
15 Yaye kwehla abantu abathile bevela kwelakwaYuda+ baza bafundisa abazalwana besithi: “Ngaphandle kokuba naluke+ ngokwesiko likaMoses,+ aninakusindiswa.”
3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla.
2 Kuba ndinikela ubungqina bokuba banenzondelelo+ kuThixo; kodwa kungekhona ngokolwazi oluchanileyo;+
14 yaye ndandisenza inkqubela enkulu kubuYuda kunabaninzi ababeziintanga zam kwisizwe sakowethu,+ njengoko ndandizizondelela+ kakhulu izithethe+ zoobawo.