Roma 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba ukuba ngesigqitho somntu omnye+ ukufa kwalawula njengokumkani,+ kokukhona baya kuthi abo bafumana ububele obungasifanelanga obuninzi+ nesipho sesisa+ sobulungisa balawule njengookumkani+ ebomini ngamntu mnye, uYesu Kristu.+ 1 Korinte 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+ Hebhere 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba uMthetho awenzanga nto yagqibelela,+ kodwa ukongezwa kwethemba+ elilunge ngakumbi kuye kwenjenjalo, lona elo sisondela ngalo kuThixo.+
17 Kuba ukuba ngesigqitho somntu omnye+ ukufa kwalawula njengokumkani,+ kokukhona baya kuthi abo bafumana ububele obungasifanelanga obuninzi+ nesipho sesisa+ sobulungisa balawule njengookumkani+ ebomini ngamntu mnye, uYesu Kristu.+
11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+
19 Kuba uMthetho awenzanga nto yagqibelela,+ kodwa ukongezwa kwethemba+ elilunge ngakumbi kuye kwenjenjalo, lona elo sisondela ngalo kuThixo.+