IZenzo 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Zilumkeleni+ nina+ nawo wonke umhlambi,+ ekuthe phakathi kwawo umoya oyingcwele wanimisela nangabaveleli,+ ukuba nilaluse ibandla likaThixo,+ elo walithenga ngegazi+ lowakhe uNyana. Roma 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+ ISityhilelo 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,
28 Zilumkeleni+ nina+ nawo wonke umhlambi,+ ekuthe phakathi kwawo umoya oyingcwele wanimisela nangabaveleli,+ ukuba nilaluse ibandla likaThixo,+ elo walithenga ngegazi+ lowakhe uNyana.
25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+
9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,