IZenzo 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente. 1 Korinte 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+
3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente.
12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+