Eksodus 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandule ke ubathambise kanye njengoko umthambisile uyise,+ ukuze bakhonze njengababingeleli kum, yaye ukuthanjiswa kwabo koba kokobubingeleli bexesha elingenammiselo kubo kwizizukulwana zabo.”+ Numeri 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Khangela! oonyana bakaLevi ndibanika zonke izishumi+ kwaSirayeli njengelifa ngenxa yenkonzo yabo, inkonzo yasententeni yokuhlangana.
15 Wandule ke ubathambise kanye njengoko umthambisile uyise,+ ukuze bakhonze njengababingeleli kum, yaye ukuthanjiswa kwabo koba kokobubingeleli bexesha elingenammiselo kubo kwizizukulwana zabo.”+
21 “Khangela! oonyana bakaLevi ndibanika zonke izishumi+ kwaSirayeli njengelifa ngenxa yenkonzo yabo, inkonzo yasententeni yokuhlangana.