Yohane 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+ Hebhere 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke aba bafela elukholweni,+ nangona bengazange bayifumane inzaliseko yazo izithembiso,+ kodwa bazibona zisekude,+ bazithakazelela baza bavakalisa esidlangalaleni ukuba babengabasemzini nabemi bokwexeshana elizweni elo.+
19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+
13 Bonke aba bafela elukholweni,+ nangona bengazange bayifumane inzaliseko yazo izithembiso,+ kodwa bazibona zisekude,+ bazithakazelela baza bavakalisa esidlangalaleni ukuba babengabasemzini nabemi bokwexeshana elizweni elo.+