Isaya 66:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuba kanye njengoko amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha+ endiwenzayo umi phambi kwam,”+ utsho uYehova, “ngokunjalo iya kuma+ inzala yenu+ negama lenu.”
22 “Kuba kanye njengoko amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha+ endiwenzayo umi phambi kwam,”+ utsho uYehova, “ngokunjalo iya kuma+ inzala yenu+ negama lenu.”