Ezra 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+ Ezra 2:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Ibandla liphela njengeqela elinye+ lalingamashumi amane anesibini amawaka anamakhulu mathathu anamashumi mathandathu,+ ISityhilelo 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndabona izulu elitsha+ nomhlaba+ omtsha; kuba izulu+ langaphambili nomhlaba+ wangaphambili wadlula, nolwandle+ alusekho.
3 Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke, wanga uThixo wakhe anganaye.+ Ngoko makenyuke aye eYerusalem, ekwaYuda, aze abuye akhe indlu kaYehova uTHIXO kaSirayeli—unguTHIXO oyinyaniso+—eyayiseYerusalem.+
64 Ibandla liphela njengeqela elinye+ lalingamashumi amane anesibini amawaka anamakhulu mathathu anamashumi mathandathu,+
21 Ndabona izulu elitsha+ nomhlaba+ omtsha; kuba izulu+ langaphambili nomhlaba+ wangaphambili wadlula, nolwandle+ alusekho.