IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 8:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Nina niphuma kuyihlo uMtyholi,+ yaye nithanda ukwenza ngokweminqweno kayihlo.+ Yena wayesisibulala-mntu kwasekuqaleni,+ yaye akemi enyanisweni, kuba inyaniso ayikho kuye. Xa ethetha ubuxoki, uthetha ngokotyekelo lwakhe, kuba ulixoki noyise wabo ubuxoki.+

  • IZenzo 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?

  • 1 Timoti 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share