IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa athe umntu wenza isibhambathiso+ kuYehova okanye wafunga isifungo+ sokuwubopha ngesibhambathiso sokuzila+ umphefumlo wakhe, makangalaphuli ilizwi lakhe.+ Makenze ngokwako konke okuphume emlonyeni wakhe.+

  • INtshumayeli 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+

  • IZenzo 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko uPetros wathi kuye: “Bekutheni ukuze nivumelane nina nobabini ngokuvavanya+ umoya kaYehova? Khangela! Iinyawo zabo bangcwabe indoda yakho zisemnyango, yaye baya kukuthwalela ngaphandle.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share