1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+ ISityhilelo 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Unoyolo+ lowo uwafunda ngokuvakalayo+ nabo bawevayo amazwi esi siprofeto,+ nabazigcinayo izinto ezibhaliweyo kuso;+ kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
3 Unoyolo+ lowo uwafunda ngokuvakalayo+ nabo bawevayo amazwi esi siprofeto,+ nabazigcinayo izinto ezibhaliweyo kuso;+ kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+