IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+

      Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+

  • Daniyeli 2:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 “Ngemihla yabo kumkani+ uTHIXO wezulu+ uya kumisa ubukumkani+ obungenakuze bonakaliswe.+ Yaye obo bukumkani abuyi kudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani,+ buze bona bume ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Mika 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Suka uze ubhule, ntombi yaseZiyon;+ kuba uphondo lwakho ndiya kulutshintsha lube yintsimbi, neempuphu zakho ndiya kuzitshintsha zibe lubhedu, kwaye ngokuqinisekileyo uya kucola izizwana ezininzi;+ kwaye ngokwahlulela uya kunikela kuYehova ingeniso yazo yokungekho sikweni,+ nobuncwane bazo kuyo iNkosi eyinyaniso yomhlaba uphela.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share