IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wathi uThixo kuMoses: “NDINGUYE LOWO NDIYA KUZINGQINA NDINGUYE.”+ Waza wongezelela wathi: “Uze uthi koonyana bakaSirayeli, ‘UNDINGUYE undithumile kuni.’”+

  • ISityhilelo 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “NdinguAlfa no-Omega,”+ utsho uYehova uThixo, “Lowo ukhoyo nowayekho nozayo,+ uSomandla.”+

  • ISityhilelo 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Zona ke izidalwa eziphilayo ezine,+ ngasinye sazo sinamaphiko amathandathu;+ zizele ngamehlo+ azijikelezileyo nangaphantsi. Kwaye aziphumli imini nobusuku njengoko zisithi: “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova+ uThixo, uSomandla,+ lowo wayekho nokhoyo+ nozayo.”

  • ISityhilelo 11:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 besithi: “Siyakubulela,+ Yehova Thixo, onguSomandla,+ Lowo ukhoyo+ nowayekho, ngenxa yokuba uye wathabatha amandla+ akho amakhulu waza waqalisa ukulawula njengokumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share