IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+

  • Amosi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba, khangela! uMyili weentaba+ noMdali womoya,+ Lowo uxelela umntu wasemhlabeni oko akuxhalabeleyo engqondweni yakhe,+ Lowo wenza isifingo sibe bubumnyama,+ Lowo unyathela kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba,+ nguYehova uTHIXO wemikhosi igama lakhe.”+

  • ISityhilelo 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye ndeva isibingelelo sisithi: “Ewe, Yehova, Thixo Somandla,+ ziyinyaniso yaye zibubulungisa izigwebo zakho.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share