IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 21:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Kodwa zilumkeleni ukuba iintliziyo zenu zingaze zisindwe kukuzingxala ngokutya nokusela kakhulu+ nangamaxhala+ obomi, ize ngequbuliso loo mini inifikele ngephanyazo+

  • Efese 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,

  • 1 Tesalonika 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko ke, masingalali+ njengoko abanye besenza,+ kodwa masihlale siphaphile,+ sithe qwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share