ISityhilelo 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye itrone ijikelezwe ziitrone ezingamashumi amabini anesine, kwaye kwezi trone+ ndabona kuhleli abadala+ abangamashumi amabini anesine+ bembethe izambatho zangaphezulu ezimhlophe,+ ibe ezintlokweni zabo izizithsaba zegolide.+ ISityhilelo 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ewe, unikwe ukuba avathiswe ngelinen eqaqambileyo, ecocekileyo, ecikizekileyo, kuba ilinen ecikizekileyo imela izenzo zobulungisa zabo bangcwele.”+
4 Yaye itrone ijikelezwe ziitrone ezingamashumi amabini anesine, kwaye kwezi trone+ ndabona kuhleli abadala+ abangamashumi amabini anesine+ bembethe izambatho zangaphezulu ezimhlophe,+ ibe ezintlokweni zabo izizithsaba zegolide.+
8 Ewe, unikwe ukuba avathiswe ngelinen eqaqambileyo, ecocekileyo, ecikizekileyo, kuba ilinen ecikizekileyo imela izenzo zobulungisa zabo bangcwele.”+