ISityhilelo 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye wasenza ukuba sibe bubukumkani,+ ababingeleli+ kuThixo wakhe noYise—ewe, kuye makubekho uzuko namandla ngonaphakade.+ Amen. ISityhilelo 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kwaLowo uhleli etroneni, bamnqule+ Lowo uphila ngonaphakade kanaphakade, baze baphose izithsaba zabo phambi kwetrone, besithi:
6 yaye wasenza ukuba sibe bubukumkani,+ ababingeleli+ kuThixo wakhe noYise—ewe, kuye makubekho uzuko namandla ngonaphakade.+ Amen.
10 abadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kwaLowo uhleli etroneni, bamnqule+ Lowo uphila ngonaphakade kanaphakade, baze baphose izithsaba zabo phambi kwetrone, besithi: