Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” Luka 22:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 yaye ndenza umnqophiso nani, kanye njengoko uBawo enze umnqophiso+ nam, wobukumkani,+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”