Daniyeli 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Buya kwandula ke ubukumkani nolawulo nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke bunikwe abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Ubukumkani babo bubukumkani obuhlala ngokungenammiselo,+ yaye bonke abalawuli baya kubakhonza baze babathobele.’+ Luka 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Musani ukoyika,+ mhlambi mncinane,+ ngenxa yokuba kukholekile kuYihlo ukuninika ubukumkani.+ 2 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela; Hebhere 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+ Yakobi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Phulaphulani, bazalwana bam abaziintanda. UThixo wanyula amahlwempu+ eli hlabathi ukuba abe zizityebi+ elukholweni neendlalifa zobukumkani, awabuthembisayo kwabo bamthandayo,+ akunjalo? ISityhilelo 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 yaye wasenza ukuba sibe bubukumkani,+ ababingeleli+ kuThixo wakhe noYise—ewe, kuye makubekho uzuko namandla ngonaphakade.+ Amen.
27 “‘Buya kwandula ke ubukumkani nolawulo nobukhulu bezikumkani phantsi kwamazulu onke bunikwe abangcwele baLowo uPhakamileyo.+ Ubukumkani babo bubukumkani obuhlala ngokungenammiselo,+ yaye bonke abalawuli baya kubakhonza baze babathobele.’+
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;
28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+
5 Phulaphulani, bazalwana bam abaziintanda. UThixo wanyula amahlwempu+ eli hlabathi ukuba abe zizityebi+ elukholweni neendlalifa zobukumkani, awabuthembisayo kwabo bamthandayo,+ akunjalo?
6 yaye wasenza ukuba sibe bubukumkani,+ ababingeleli+ kuThixo wakhe noYise—ewe, kuye makubekho uzuko namandla ngonaphakade.+ Amen.