IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 57:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Kodwa abangendawo banjengolwandle olulatyuzayo, xa lungakwazi ukuzola, namanzi alo emana evumbulula ukhula lwaselwandle nodaka.

  • Daniyeli 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi ke uDaniyeli:

      “Ndabona emibonweni yam ebusuku imimoya yomine+ yamazulu izamazamisa ulwandle olukhulu.+

  • Habhakuki 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye kutheni na usenza umntu wasemhlabeni abe njengeentlanzi zolwandle, njengezinto ezirhubuluzayo ezingenamlawuli?+

  • ISityhilelo 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yandula yathi kum: “Amanzi owabonileyo, apho lihleli khona ihenyukazi, athetha izizwana nezihlwele neentlanga neelwimi.+

  • ISityhilelo 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndabona izulu elitsha+ nomhlaba+ omtsha; kuba izulu+ langaphambili nomhlaba+ wangaphambili wadlula, nolwandle+ alusekho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share