Isaya 65:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Kuba yabona, ndidala amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha;+ kwaye izinto zangaphambili aziyi kukhunjulwa,+ zinganyuki zithi qatha entliziyweni.+ 2 Petros 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+
17 “Kuba yabona, ndidala amazulu amatsha+ nomhlaba omtsha;+ kwaye izinto zangaphambili aziyi kukhunjulwa,+ zinganyuki zithi qatha entliziyweni.+
13 Thina ke silindele amazulu+ amatsha nomhlaba+ omtsha, ngokwesithembiso sakhe, apho kumi ubulungisa.+